1 Samuweli 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko uDavide wesuka emva koko waphuma emqolombeni waza wamemeza kuSawule, esithi: “Nkosi yam+ kumkani!” USawule wakhangela emva kwakhe, waza uDavide wathoba ngobuso bakhe emhlabeni+ waqubuda. 1 Samuweli 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwathi ke, ngomzuzu wokugqiba kukaDavide ukuthetha la mazwi kuSawule, uSawule wathi: “Lilizwi lakho na eli, nyana wam Davide?”+ Waza uSawule waliphakamisa ilizwi lakhe walila.+
8 Ngoko uDavide wesuka emva koko waphuma emqolombeni waza wamemeza kuSawule, esithi: “Nkosi yam+ kumkani!” USawule wakhangela emva kwakhe, waza uDavide wathoba ngobuso bakhe emhlabeni+ waqubuda.
16 Kwathi ke, ngomzuzu wokugqiba kukaDavide ukuthetha la mazwi kuSawule, uSawule wathi: “Lilizwi lakho na eli, nyana wam Davide?”+ Waza uSawule waliphakamisa ilizwi lakhe walila.+