1 Samuweli 14:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Waza uSawule wabuza kuThixo wathi: “Ndihle na emva kwamaFilisti?+ Uya kuwanikela na esandleni sikaSirayeli?”+ Yena ke akamphendulanga ngaloo mini.+ 1 Kronike 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Akabuzisanga kuYehova.+ Ngoko ke wambulala waza ubukumkani wabunikela kuDavide unyana kaYese.+
37 Waza uSawule wabuza kuThixo wathi: “Ndihle na emva kwamaFilisti?+ Uya kuwanikela na esandleni sikaSirayeli?”+ Yena ke akamphendulanga ngaloo mini.+