Rute 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Aza amanenekazi angabamelwane+ amnika igama, esithi: “UNahomi uzalelwe unyana.” Yaye ambiza ngokuba nguObhedi igama lakhe.+ Nguyise kaYese,+ uyise kaDavide. 1 Samuweli 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+ 1 Samuweli 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+ 2 Samuweli 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 khon’ ukuze bususwe ubukumkani endlwini kaSawule nokuze kumiswe itrone kaDavide phezu koSirayeli naphezu koYuda ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha.”+ 2 Samuweli 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko onke amadoda amakhulu+ akwaSirayeli eza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza umnqophiso+ kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+
17 Aza amanenekazi angabamelwane+ amnika igama, esithi: “UNahomi uzalelwe unyana.” Yaye ambiza ngokuba nguObhedi igama lakhe.+ Nguyise kaYese,+ uyise kaDavide.
14 Ke ngoku ubukumkani bakho abuyi kuhlala.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuzifumanela indoda evunyiweyo yintliziyo yakhe;+ yaye uYehova uya kuyimisela ibe yinkokeli+ phezu kwabantu bakhe, ngenxa yokuba akukugcinanga oko uYehova akuyalele kona.”+
28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+
10 khon’ ukuze bususwe ubukumkani endlwini kaSawule nokuze kumiswe itrone kaDavide phezu koSirayeli naphezu koYuda ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha.”+
3 Ngoko onke amadoda amakhulu+ akwaSirayeli eza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza umnqophiso+ kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+