-
1 Kronike 28:4INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
4 Koko uYehova uTHIXO kaSirayeli wandinyula kuyo yonke indlu kabawo+ ukuba ndibe ngukumkani+ kuSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo; kuba yayinguYuda awamnyula njengenkokeli,+ yaye endlwini kaYuda indlu kabawo,+ phakathi koonyana bakabawo,+ wakholiswa ndim,+ ukuba andenze ukumkani kuSirayeli wonke;
-