Duteronomi 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze umoyike uYehova uThixo wakho,+ umkhonze,+ ufunge ngegama lakhe.+ Yeremiya 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+ Zefaniya 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nabo baqubuda eluphahleni kuwo umkhosi wamazulu,+ nabo baqubudayo,+ besenza izifungo ezinzulu kuYehova+ kwaye besenza izifungo ezinzulu ngoMalekam;+
2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+
5 nabo baqubuda eluphahleni kuwo umkhosi wamazulu,+ nabo baqubudayo,+ besenza izifungo ezinzulu kuYehova+ kwaye besenza izifungo ezinzulu ngoMalekam;+