1 Samuweli 31:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Athi amadoda akwaSirayeli awayekummandla osentilini nawayekumandla weYordan akubona ukuba amadoda akwaSirayeli asabile,+ nokuba uSawule noonyana bakhe bafile, azishiya ke izixeko aza asaba, emva koko afika ke amaFilisti ahlala kuzo.+
7 Athi amadoda akwaSirayeli awayekummandla osentilini nawayekumandla weYordan akubona ukuba amadoda akwaSirayeli asabile,+ nokuba uSawule noonyana bakhe bafile, azishiya ke izixeko aza asaba, emva koko afika ke amaFilisti ahlala kuzo.+