IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 33:56
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 56 Yaye kothi kanye njengoko ndicinge ukwenza kubo ndenjenjalo nakuni.’”+

  • Duteronomi 28:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Isiqhamo somhlaba wakho nemveliso yakho yonke ziya kudliwa sisizwana ongasaziyo;+ ube lixhoba lokuqhathwa nokutyunyuzwa.+

  • 1 Kronike 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Athi onke amadoda akwaSirayeli awayesentilini akubona ukuba asabile nokuba uSawule noonyana bakhe bafile, azishiya izixeko zawo aza asaba;+ emva koko afika ke amaFilisti ahlala kuzo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share