1 Samuweli 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwaye abo bafazi babebhiyoza babesabela yaye besithi: “USawule uxabele amawaka akhe,NoDavide amashumi akhe amawaka.”+ 1 Samuweli 21:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Baza abakhonzi baka-Akishe bathi kuye: “Asinguye na lo uDavide ukumkani+ welizwe? Asinguye na lo babemngqungqela,+ besithi,‘USawule ubulele amawaka akhe,NoDavide amashumi akhe amawaka’?”+
7 Kwaye abo bafazi babebhiyoza babesabela yaye besithi: “USawule uxabele amawaka akhe,NoDavide amashumi akhe amawaka.”+
11 Baza abakhonzi baka-Akishe bathi kuye: “Asinguye na lo uDavide ukumkani+ welizwe? Asinguye na lo babemngqungqela,+ besithi,‘USawule ubulele amawaka akhe,NoDavide amashumi akhe amawaka’?”+