1 Samuweli 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci. INdumiso 150:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Mdumiseni ngentambula+ nangokungqungqa nijikeleza.+Mdumiseni ngemirhubhe+ nogwali.+ Yeremiya 31:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kanti ndiya kubuya ndikwakhe yaye okunene uya kubuya wakheke,+ ntombi inyulu kaSirayeli. Usaya kuzivathisa ngeentambula uze okunene uphumele kumngqungqo wabo bahlekayo.+
6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci.
4 Kanti ndiya kubuya ndikwakhe yaye okunene uya kubuya wakheke,+ ntombi inyulu kaSirayeli. Usaya kuzivathisa ngeentambula uze okunene uphumele kumngqungqo wabo bahlekayo.+