1 Samuweli 23:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwaoko wesuka uDavide namadoda akhe, amadoda amalunga namakhulu amathandathu,+ baphuma eKeyila baza baqhubeka behambahamba naphi na apho babenokuhambahamba khona. Waxelelwa uSawule ukuba uDavide ubalekile eKeyila, waza ke wayeka ukuphuma. 1 Samuweli 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko wesuka uDavide waza yena namadoda angamakhulu amathandathu+ awayekunye naye badlulela kuAkishe unyana kaMahoki, ukumkani waseGati.
13 Kwaoko wesuka uDavide namadoda akhe, amadoda amalunga namakhulu amathandathu,+ baphuma eKeyila baza baqhubeka behambahamba naphi na apho babenokuhambahamba khona. Waxelelwa uSawule ukuba uDavide ubalekile eKeyila, waza ke wayeka ukuphuma.
2 Ngoko wesuka uDavide waza yena namadoda angamakhulu amathandathu+ awayekunye naye badlulela kuAkishe unyana kaMahoki, ukumkani waseGati.