1 Samuweli 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nawo onke amadoda asekubandezelekeni+ nawo onke amadoda awayenamatyala+ nawo onke amadoda amphefumlo ukrakra+ aqokelelana ndawonye kuye,+ waza waba yintloko phezu kwawo;+ kwabakho ke kuye amadoda amalunga namakhulu amane. 1 Samuweli 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko nangoko uDavide wathi kumadoda akhe: “Bhinqani elowo ikrele lakhe!”+ Ngoko babhinqa elowo ikrele lakhe noDavide wabhinqa elakhe ikrele; baza benyuka emva koDavide, amadoda amalunga namakhulu amane, ngoxa angamakhulu amabini ahlala nempahla.+ 1 Samuweli 30:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokukhawuleza uDavide wangena endleleni, yena namadoda angamakhulu amathandathu+ awayenaye, baya kufikelela entlanjeni yaseBhesore, kwaye amadoda awayeza kushiyeka ema ngxi.
2 Nawo onke amadoda asekubandezelekeni+ nawo onke amadoda awayenamatyala+ nawo onke amadoda amphefumlo ukrakra+ aqokelelana ndawonye kuye,+ waza waba yintloko phezu kwawo;+ kwabakho ke kuye amadoda amalunga namakhulu amane.
13 Ngoko nangoko uDavide wathi kumadoda akhe: “Bhinqani elowo ikrele lakhe!”+ Ngoko babhinqa elowo ikrele lakhe noDavide wabhinqa elakhe ikrele; baza benyuka emva koDavide, amadoda amalunga namakhulu amane, ngoxa angamakhulu amabini ahlala nempahla.+
9 Ngokukhawuleza uDavide wangena endleleni, yena namadoda angamakhulu amathandathu+ awayenaye, baya kufikelela entlanjeni yaseBhesore, kwaye amadoda awayeza kushiyeka ema ngxi.