1 Kronike 29:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ubutyebi+ nozuko+ zikho ngenxa yakho, yaye ulawula+ yonk’ into; esandleni sakho kukho amandla+ nokomelela,+ yaye esandleni sakho kukho amandla okwenza mkhulu+ nokunika amandla zonke izinto.+ INdumiso 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+
12 Ubutyebi+ nozuko+ zikho ngenxa yakho, yaye ulawula+ yonk’ into; esandleni sakho kukho amandla+ nokomelela,+ yaye esandleni sakho kukho amandla okwenza mkhulu+ nokunika amandla zonke izinto.+
16 Akukho kumkani usindiswayo bubuninzi bomkhosi wamajoni akhe;+Indoda enamandla ayihlangulwa bubuninzi bamandla ayo.+