IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “‘Ke ukuba umphefumlo+ wona ngokuthi uve isiqalekiso sasesidlangalaleni+ kwaye ulingqina loko okanye ubonile okanye uyazi ngaso, ungaxeli,+ ngoko umele uphendule ngesiphoso sawo.

  • 1 Samuweli 2:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 UEli ke wayemdala kakhulu, yaye wayekuvile+ konke oko oonyana bakhe babekwenza+ kuSirayeli wonke nokuba babeye balale nabafazi+ ababekhonza emnyangweni wentente yokuhlangana.+

  • Yohane 15:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ukuba bendingezanga ndaza ndathetha kubo, ngebengenasono;+ kodwa ngoku abanasingxengxezo ngesono sabo.+

  • Yakobi 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko ke, ukuba ubani uyakwazi ukwenza okulungileyo kodwa angakwenzi,+ kusisono+ oko kuye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share