IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uze ungaqubudi kuzo okanye uqhutyelwe ekuzikhonzeni,+ kuba mna Yehova Thixo wakho ndinguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo,+ ndizisa isohlwayo ngesiphoso sooyise phezu koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana, sabandithiyileyo;+

  • 1 Samuweli 2:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Hayi,+ bonyana bam, ngenxa yokuba ayilunganga le ngxelo ndiyivayo, abantu bakaYehova abayisasazayo.+

  • 1 Samuweli 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kwanetyeya kaThixo yathinjwa,+ yaye bafa noonyana ababini bakaEli, uHofeni noFinehasi.+

  • 1 Samuweli 22:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wandula ke uAbhiyatare wamxelela uDavide oku: “USawule ubabulele ababingeleli bakaYehova.”

  • 1 Kumkani 2:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngoko uSolomon wamgxotha uAbhiyatare ekukhonzeni njengombingeleli kaYehova, ukuzalisekisa ilizwi likaYehova awayelithethe nxamnye nendlu kaEli+ eShilo.+

  • Hebhere 10:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ukuba siqhelisela isono ngabom+ emva kokufumana ulwazi oluchanileyo lwenyaniso,+ akusekho mbingelelo wezono useleyo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share