1 Samuweli 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Khangela! Kuza imihla endiya kuthi ngokuqinisekileyo ndiyinqumle ingalo yakho nengalo yendlu kakhokho wakho, ukuze kungabikho ndoda endala endlwini yakho.+ 1 Samuweli 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nguwo lo ke umqondiso wakho oya kufikela oonyana bakho ababini, uHofeni noFinehasi:+ Baya kufa bobabini ngamhla mnye.+ 1 Samuweli 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko waphendula owayezise iindaba waza wathi: “USirayeli usabile phambi kwamaFilisti, kubekho nokoyiswa okukhulu phakathi kwabantu;+ noonyana bakho ababini bafile—uHofeni noFinehasi+—netyeya leyo kaTHIXO oyinyaniso ithinjiwe.”+ INdumiso 78:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 Ke bona ababingeleli bakhe, bawa ngekrele,+Nabahlolokazi babo abazange balile.+ INtshumayeli 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Akukho mntu unegunya phezu komoya ukuba awuthintele umoya;+ akakho nonegunya lokuwulawula umhla wokufa;+ kungekho nokukhululeka emfazweni.+ Yaye ubungendawo abuyi kubasindisa abo bazifica ngabo.+ INtshumayeli 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+
31 Khangela! Kuza imihla endiya kuthi ngokuqinisekileyo ndiyinqumle ingalo yakho nengalo yendlu kakhokho wakho, ukuze kungabikho ndoda endala endlwini yakho.+
34 Nguwo lo ke umqondiso wakho oya kufikela oonyana bakho ababini, uHofeni noFinehasi:+ Baya kufa bobabini ngamhla mnye.+
17 Ngoko waphendula owayezise iindaba waza wathi: “USirayeli usabile phambi kwamaFilisti, kubekho nokoyiswa okukhulu phakathi kwabantu;+ noonyana bakho ababini bafile—uHofeni noFinehasi+—netyeya leyo kaTHIXO oyinyaniso ithinjiwe.”+
8 Akukho mntu unegunya phezu komoya ukuba awuthintele umoya;+ akakho nonegunya lokuwulawula umhla wokufa;+ kungekho nokukhululeka emfazweni.+ Yaye ubungendawo abuyi kubasindisa abo bazifica ngabo.+
13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+