Duteronomi 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yiyo le intsikelelo awabasikelela+ ngayo uMoses, umntu kaTHIXO oyinyaniso,+ oonyana bakaSirayeli phambi kokufa kwakhe. 1 Samuweli 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kweza ke umntu kaThixo+ kuEli waza wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Andizange na enyanisweni ndizityhile mna kwindlu kakhokho wakho ngoxa babeseYiputa bengamakhoboka endlwini kaFaro?+ 1 Kumkani 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwakukho indoda+ yakwaThixo eyayivela kwaYuda yeza eBheteli ngokwelizwi+ likaYehova, ngoxa uYerobhoham wayemi ngasesibingelelweni+ ukuze aqhumise umbingelelo.+ 2 Kumkani 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula umntu kaTHIXO oyinyaniso wathi: “Iwele phi?” Ngoko wayibonisa loo ndawo. Ngoko nangoko wanqumla ukhuni waza waluphosa apho wenza ukuba intloko yezembe idade.+
33 Yiyo le intsikelelo awabasikelela+ ngayo uMoses, umntu kaTHIXO oyinyaniso,+ oonyana bakaSirayeli phambi kokufa kwakhe.
27 Kweza ke umntu kaThixo+ kuEli waza wathi kuye: “Utsho uYehova ukuthi, ‘Andizange na enyanisweni ndizityhile mna kwindlu kakhokho wakho ngoxa babeseYiputa bengamakhoboka endlwini kaFaro?+
13 Kwakukho indoda+ yakwaThixo eyayivela kwaYuda yeza eBheteli ngokwelizwi+ likaYehova, ngoxa uYerobhoham wayemi ngasesibingelelweni+ ukuze aqhumise umbingelelo.+
6 Wandula umntu kaTHIXO oyinyaniso wathi: “Iwele phi?” Ngoko wayibonisa loo ndawo. Ngoko nangoko wanqumla ukhuni waza waluphosa apho wenza ukuba intloko yezembe idade.+