IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waqhubeka ke ekhula uSamuweli, noYehova waba naye+ waza akabangela naliphi na kuwo onke amazwi ukuba liwele emhlabeni.+

  • Isaya 44:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Lowo wenza ilizwi lomkhonzi wakhe libe yinyaniso, naLowo uphumeza ngokupheleleyo icebo labathunywa bakhe;+ Lowo uthi ngeYerusalem, ‘Iya kumiwa,’+ nothi ngezixeko zakwaYuda, ‘Ziya kubuya zakhiwe,+ neendawo zakhe eziphanzileyo ndiya kuzivusa’;+

  • Zekariya 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, ngokubhekisele kumazwi am nemimiselo yam endayiyalela abakhonzi bam, abaprofeti,+ ayizange ibafumane na ooyihlo?’+ Ngoko babuya baza bathi: ‘Kanye njengoko uYehova wemikhosi wayecinge ukwenza kuthi,+ wenze kuthi ngokweendlela zethu nangokwezenzo zethu.’”+

  • Hebhere 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 UThixo, owathetha kwakudala kangangezihlandlo ezininzi+ nangeendlela ezininzi kookhokho bethu ngabaprofeti,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share