Yobhi 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nam, andisayi kuwunqanda umlomo wam.Ndiza kuthetha ekubandezelekeni komoya wam;Ndiza kuxhalaba ngobukrakra bomphefumlo wam!+ Isaya 38:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiya kuthetha ntoni na, yaye okunene yena uya kuthini na kum?+Kanjalo yena wenzile.+Ndihamba ndithe khunubembe yonke iminyaka yam ngomphefumlo wam okrakra.+
11 Nam, andisayi kuwunqanda umlomo wam.Ndiza kuthetha ekubandezelekeni komoya wam;Ndiza kuxhalaba ngobukrakra bomphefumlo wam!+
15 Ndiya kuthetha ntoni na, yaye okunene yena uya kuthini na kum?+Kanjalo yena wenzile.+Ndihamba ndithe khunubembe yonke iminyaka yam ngomphefumlo wam okrakra.+