IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 4:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ekufikeni kwakhe entabeni kumntu kaTHIXO oyinyaniso, kwaoko wambamba ezinyaweni.+ UGehazi wasondela ukuze amshenxise,+ kodwa umntu kaTHIXO oyinyaniso+ wathi: “Myeke,+ kuba umphefumlo wakhe ukrakra+ ngaphakathi kuye; yaye uYehova undifihlele,+ akandixelelanga.”

  • Yobhi 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Nam, andisayi kuwunqanda umlomo wam.

      Ndiza kuthetha ekubandezelekeni komoya wam;

      Ndiza kuxhalaba ngobukrakra bomphefumlo wam!+

  • Yobhi 21:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Yaye omnye lo uya kufa enomphefumlo okrakra

      Ngoxa engazidlanga izinto ezilungileyo.+

  • Luka 22:62
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 62 Yaye waphuma phandle waza walila ngokukrakra.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share