Numeri 14:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Noko ke, banyanzelisa ukunyuka baye encotsheni yentaba,+ kodwa ayiphumanga enkampini yona ityeya yomnqophiso kaYehova kunye noMoses.+ Yoshuwa 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ababingeleli abasixhenxe bafanele bathwale iimpondo ezisixhenxe zenkunzi yegusha, phambi kweTyeya, yaye ngosuku lwesixhenxe nifanele nijikeleze isixeko izihlandlo ezisixhenxe yaye ababingeleli bafanele bavuthele izigodlo.+ 1 Samuweli 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke kaloku uSawule wathi kuAhiya:+ “Sondeza apha ityeya kaTHIXO oyinyaniso!”+ (Kuba ngaloo mini ityeya kaTHIXO oyinyaniso yayiphakathi koonyana bakaSirayeli.)+ 2 Samuweli 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ukumkani wathi kuTsadoki: “Yibuyisele esixekweni ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso.+ Ukuba ndithe ndakholeka emehlweni kaYehova, ngokuqinisekileyo uya kundibuyisa aze andibonise yona nendawo yayo yokuhlala.+
44 Noko ke, banyanzelisa ukunyuka baye encotsheni yentaba,+ kodwa ayiphumanga enkampini yona ityeya yomnqophiso kaYehova kunye noMoses.+
4 Yaye ababingeleli abasixhenxe bafanele bathwale iimpondo ezisixhenxe zenkunzi yegusha, phambi kweTyeya, yaye ngosuku lwesixhenxe nifanele nijikeleze isixeko izihlandlo ezisixhenxe yaye ababingeleli bafanele bavuthele izigodlo.+
18 Ke kaloku uSawule wathi kuAhiya:+ “Sondeza apha ityeya kaTHIXO oyinyaniso!”+ (Kuba ngaloo mini ityeya kaTHIXO oyinyaniso yayiphakathi koonyana bakaSirayeli.)+
25 Kodwa ukumkani wathi kuTsadoki: “Yibuyisele esixekweni ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso.+ Ukuba ndithe ndakholeka emehlweni kaYehova, ngokuqinisekileyo uya kundibuyisa aze andibonise yona nendawo yayo yokuhlala.+