Yoshuwa 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYoshuwa wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka waza wawa ngobuso+ emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova de kwangokuhlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, yaye baqhubeka bezigalela ngothuli kwiintloko zabo.+ 2 Samuweli 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko uTamare wazigalela ngothuthu+ entloko, wawukrazula nomwunduzo wakhe onemigca; wabeka izandla zakhe entloko+ waza waqhubeka ehamba, ekhala njengoko wayehamba. 2 Samuweli 15:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kwathi ke akufika uDavide eluchochoyini apho babedla ngokuqubuda khona abantu kuThixo, wayelapha uHushayi+ umArki+ emhlangabezile, umwunduzo wakhe ewukrazulile nasentloko enothuli.+ Nehemiya 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngosuku lweshumi elinesine lwale nyanga+ oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye bazila ukutya+ benamarhonya+ nothuli.+ Yobhi 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Akuphakamisa amehlo awo esekude akazange amqonde ngoko. Aza aphakamisa ilizwi lawo alila, akrazula+ elowo isambatho sakhe esingenamikhono yaye aphosa uthuli phezulu ezulwini lwawela ezintlokweni zawo.+
6 UYoshuwa wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka waza wawa ngobuso+ emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova de kwangokuhlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, yaye baqhubeka bezigalela ngothuli kwiintloko zabo.+
19 Ngoko uTamare wazigalela ngothuthu+ entloko, wawukrazula nomwunduzo wakhe onemigca; wabeka izandla zakhe entloko+ waza waqhubeka ehamba, ekhala njengoko wayehamba.
32 Kwathi ke akufika uDavide eluchochoyini apho babedla ngokuqubuda khona abantu kuThixo, wayelapha uHushayi+ umArki+ emhlangabezile, umwunduzo wakhe ewukrazulile nasentloko enothuli.+
9 Ngosuku lweshumi elinesine lwale nyanga+ oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye bazila ukutya+ benamarhonya+ nothuli.+
12 Akuphakamisa amehlo awo esekude akazange amqonde ngoko. Aza aphakamisa ilizwi lawo alila, akrazula+ elowo isambatho sakhe esingenamikhono yaye aphosa uthuli phezulu ezulwini lwawela ezintlokweni zawo.+