Yoshuwa 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYoshuwa wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka waza wawa ngobuso+ emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova de kwangokuhlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, yaye baqhubeka bezigalela ngothuli kwiintloko zabo.+ Estere 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UMordekayi+ wayazi yonk’ into eyayenziwe;+ yaye uMordekayi wazikrazula izambatho zakhe, wambatha irhonya+ wafaka nothuthu+ waphuma waya phakathi esixekweni, wadanduluka ngesikhalo esikrakra kakhulu.+ Yobhi 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wathabatha ke yena iceba lengqayi ukuze azikrwele ngalo; waza wahlala eluthuthwini.+ Yeremiya 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+
6 UYoshuwa wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka waza wawa ngobuso+ emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova de kwangokuhlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, yaye baqhubeka bezigalela ngothuli kwiintloko zabo.+
4 UMordekayi+ wayazi yonk’ into eyayenziwe;+ yaye uMordekayi wazikrazula izambatho zakhe, wambatha irhonya+ wafaka nothuthu+ waphuma waya phakathi esixekweni, wadanduluka ngesikhalo esikrakra kakhulu.+
26 Ntombi yabantu bam, bhinqa irhonya+ uze uzibhuqabhuqe eluthuthwini.+ Ukuzila kwakho kwenze kube njengokonyana okukuphela kwakhe, isijwili sobukrakra;+ ngenxa yokuba siya kufikelwa ngumphangi ngequbuliso.+