1 Samuweli 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye uYehova wahlabela mgama wathi kuSamuweli: “Khangela! Ndenza+ into kwaSirayeli ekuya kuthi ukuba nabani na uyeva ngayo, zithi nzwi iindlebe zakhe zombini.+ 1 Samuweli 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngako oko alwa amaFilisti waza uSirayeli woyiswa,+ yaye basaba ngamnye esiya ententeni yakhe;+ kwaba kukhulu kakhulu ukubulawa ngogonyamelo,+ kangangokuba kuSirayeli kwawa amawaka angamashumi amathathu amadoda ahamba ngeenyawo.+
11 Yaye uYehova wahlabela mgama wathi kuSamuweli: “Khangela! Ndenza+ into kwaSirayeli ekuya kuthi ukuba nabani na uyeva ngayo, zithi nzwi iindlebe zakhe zombini.+
10 Ngako oko alwa amaFilisti waza uSirayeli woyiswa,+ yaye basaba ngamnye esiya ententeni yakhe;+ kwaba kukhulu kakhulu ukubulawa ngogonyamelo,+ kangangokuba kuSirayeli kwawa amawaka angamashumi amathathu amadoda ahamba ngeenyawo.+