14 Yaye umda wamiswa wajikeleza kwicala elingasentshona ukuya ngasemzantsi ukusuka entabeni ejongene neBhete-horon ukuya ngasemzantsi; kwaye isiphelo sawo saba seKiriyati-bhahali, oko kukuthi, iKiriyati-yarim,+ isixeko soonyana bakaYuda. Eli licala elingasentshona.