Duteronomi 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba uYehova uThixo wenu uhamba nani ukuba anilwele kwiintshaba zenu, anisindise.’+ Duteronomi 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+
7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+