INtshumayeli 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye ngubani na okwaziyo ukuba uya kuba sisilumko okanye uya kuba sisidenge?+ Kanti uya kukulawula konke ukusebenza kwam nzima endakusebenzayo nendabonisa ubulumko ngako phantsi kwelanga.+ Kwanako oku kungamampunge.
19 Yaye ngubani na okwaziyo ukuba uya kuba sisilumko okanye uya kuba sisidenge?+ Kanti uya kukulawula konke ukusebenza kwam nzima endakusebenzayo nendabonisa ubulumko ngako phantsi kwelanga.+ Kwanako oku kungamampunge.