1 Kumkani 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Noko ke, waliyeka icebo awayemcibise lona amadoda amakhulu, waza wafuna icebo kubafana awayekhule nabo,+ abo babemnyamekela.+ 2 Kronike 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye ukumkani wabaphendula ngqwabalala.+ Ngaloo ndlela uKumkani uRehobhoham waliyeka icebo+ awayecetyiswe lona ngamadoda amakhulu,+ 2 Kronike 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko uShishaki+ ukumkani waseYiputa waphuma nxamnye neYerusalem waza wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova+ nobuncwane bendlu kakumkani.+ Wathabatha yonke into; wathabatha amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+
8 Noko ke, waliyeka icebo awayemcibise lona amadoda amakhulu, waza wafuna icebo kubafana awayekhule nabo,+ abo babemnyamekela.+
13 Yaye ukumkani wabaphendula ngqwabalala.+ Ngaloo ndlela uKumkani uRehobhoham waliyeka icebo+ awayecetyiswe lona ngamadoda amakhulu,+
9 Ngoko uShishaki+ ukumkani waseYiputa waphuma nxamnye neYerusalem waza wabuthabatha ubuncwane bendlu kaYehova+ nobuncwane bendlu kakumkani.+ Wathabatha yonke into; wathabatha amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+