10 Aba bafana babekhule naye bathetha naye, besithi: “Yithi+ kwesi sizwana sithethe nawe, sisithi, ‘Uyihlo wayenza nzima idyokhwe yethu, kodwa, ke wena, yenze ibe khaphukhaphu phezu kwethu’; yithi kuso, ‘Ngokuqinisekileyo ucikicane wam uya kuba mkhulu ngakumbi kunesinqe sikabawo.+