10 Aba bafana babekhule naye bathetha naye, besithi: “Yithi kwaba bantu bathethe nawe, besithi, ‘Uyihlo wayenza nzima idyokhwe yethu, kodwa, ke wena, yenze ibe khaphukhaphu phezu kwethu’; yithi kubo,+ ‘Ngokuqinisekeliyo ucikicane wam uya kuba mkhulu ngakumbi kunesinqe sikabawo.+