IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 12:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 UYerobhoham wenza umthendeleko ngenyanga yesibhozo ngosuku lweshumi elinesihlanu lwenyanga, njengomthendeleko owawukwaYuda,+ ukuze enze umnikelo esibingelelweni awayesenze eBheteli, ukuze abingelele kumathole enkomo awayewenzile; ibe wababeka ababingeleli beendawo eziphakamileyo awayezenzile eBheteli+ ukuba bafeze inkonzo.

  • Amosi 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ‘Kuba, ngemini yokumphendulisa kwam+ ngenxa yokuvukela kwakhe uSirayeli, ndiza kuziphendulisa nezibingelelo zaseBheteli;+ ngokuqinisekileyo iimpondo zesibingelelo ziya kunqunyulwa yaye zimele ziwele emhlabeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share