1 Samuweli 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci.
6 Kwathi ke ekungeneni kwabo, ekubuyeni kukaDavide ekuwaxabeleni amaFilisti, abafazi baphuma kuzo zonke izixeko zakwaSirayeli bevuma ingoma+ yaye bengqungqa ukuza kuhlangabeza uSawule ukumkani, ngeentambula,+ ngemihlali+ nangezigingci.