Duteronomi 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+ INdumiso 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho;+Isandla sakho sasekunene siya kubafumana abo bakuthiyileyo. INdumiso 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba uya kubenza baphethuke basabe+Ngemitya yesaphetha sakho oyilungiselele ubuso babo.+
7 “UYehova uya kuzoyisa phambi kwakho iintshaba zakho ezikuvukelayo.+ Ziya kuphuma zisiza kuwe ngandlela-nye, kodwa ziya kusaba phambi kwakho ngeendlela ezisixhenxe.+
8 Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho;+Isandla sakho sasekunene siya kubafumana abo bakuthiyileyo.