IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 19:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa uDavide wathi: “Ndinantoni na yakwenza nani,+ nina bonyana bakaTseruya, ukuze nje nibe ngabachasi+ bam namhlanje? Kukho nabani na oya kubulawa namhlanje kwaSirayeli?+ Kuba andiyazi kakuhle na into yokuba namhlanje ndingukumkani phezu koSirayeli?”

  • IMizekeliso 20:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ububele bothando nenyaniso—ziyamlondoloza ukumkani;+ yaye ngobubele bothando uyayixhasa itrone yakhe.+

  • Roma 12:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share