1 Samuweli 29:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Zacaphuka ke ngakuye iinkosana zamaFilisti; zaza zathi kuye: “Yenze ibuye le ndoda,+ kwaye yibuyisele endaweni oyabele yona; mayingehli nathi ukuya edabini, ukuze ingabi ngumchasi+ wethu edabini. Yaye lo mntu uya kuzenza akholeke ngantoni na enkosini yakhe? Akungeentloko zaloo madoda ethu na? 1 Kumkani 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye ngoku uYehova uThixo wam undinike ukuphumla macala onke.+ Akukho mchasi, kwaye akukho nto imbi yenzekayo.+ Mateyu 16:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa, emnikela umva, wathi kuPetros: “Suka uye emva kwam, Sathana!+ Usisikhubekiso kum, ngenxa yokuba ucinga, kungekhona iingcamango zikaThixo,+ kodwa ezabantu.” Yakobi 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 kuba ingqumbo yomntu ayisebenzi bulungisa bukaThixo.+
4 Zacaphuka ke ngakuye iinkosana zamaFilisti; zaza zathi kuye: “Yenze ibuye le ndoda,+ kwaye yibuyisele endaweni oyabele yona; mayingehli nathi ukuya edabini, ukuze ingabi ngumchasi+ wethu edabini. Yaye lo mntu uya kuzenza akholeke ngantoni na enkosini yakhe? Akungeentloko zaloo madoda ethu na?
4 Yaye ngoku uYehova uThixo wam undinike ukuphumla macala onke.+ Akukho mchasi, kwaye akukho nto imbi yenzekayo.+
23 Kodwa, emnikela umva, wathi kuPetros: “Suka uye emva kwam, Sathana!+ Usisikhubekiso kum, ngenxa yokuba ucinga, kungekhona iingcamango zikaThixo,+ kodwa ezabantu.”