IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uye wabeka nomphefumlo wakhe entendeni yakhe+ waza waxabela umFilisti,+ khon’ ukuze uYehova amenzele usindiso olukhulu+ uSirayeli wonke. Walubona nawe, waba nemihlali. Ngoko kutheni ufanele wone igazi elimsulwa ngokubulalisa+ uDavide ngento elilize?”+

  • 1 Kronike 11:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa yena wema esazulwini sesiqwenga waza wasihlangula, waza wawaxabela amaFilisti, yaye uYehova wabasindisa+ ngosindiso olukhulu.+

  • INdumiso 44:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba wasisindisa kwiintshaba zethu,+

      Nabo basithiye kakhulu wabahlazisa.+

  • Isaya 59:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Akubona ukuba akukho mntu, wakhwankqiswa kukungabikho komthetheleli.+ Waza ke wabasindisa ngayo ingalo yakhe, wabaxhasa ngabo ubulungisa bakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share