2 Kronike 31:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 ngaphandle kokubhaliswa ngokomlibo+ wokuzalwa kwamadoda ukususela kwabaminyaka mithathu ukusa phezulu,+ bonke abo babesiza endlwini kaYehova yonke imihla ngokulindelekileyo, besenza inkonzo yabo ngokweembopheleleko zabo ngokwezahlulo zabo. Isaya 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na aya kumyalela elwazini,+ yaye ngubani na aya kumqondisa oko kuviweyo?+ Abo balunyulweyo elubisini, abo basusiweyo ebeleni?+
16 ngaphandle kokubhaliswa ngokomlibo+ wokuzalwa kwamadoda ukususela kwabaminyaka mithathu ukusa phezulu,+ bonke abo babesiza endlwini kaYehova yonke imihla ngokulindelekileyo, besenza inkonzo yabo ngokweembopheleleko zabo ngokwezahlulo zabo.
9 Ngubani na aya kumyalela elwazini,+ yaye ngubani na aya kumqondisa oko kuviweyo?+ Abo balunyulweyo elubisini, abo basusiweyo ebeleni?+