IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Ngomso malunga neli xesha ndiya kuthumela kuwe indoda esuka kwilizwe lakwaBhenjamin,+ uze ke uyithambise+ ibe yinkokeli yabantu bam uSirayeli; kwaye yona imele ibasindise abantu bam esandleni samaFilisti,+ ngenxa yokuba ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam, kuba isikhalo sabo sifikile kum.+

  • 1 Samuweli 10:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Wandula ke uSamuweli wathi kubo bonke abantu: “Nimbonile na lowo uYehova amnyulileyo,+ ukuba akukho namnye unjengaye phakathi kwabantu bonke?” Baza bonke abantu baqala ukukhwaza bathi: “Phila ngonaphakade kumkani!”+

  • Hoseya 13:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndakunika ukumkani ndinomsindo,+ yaye ndiya kumsusa ndivutha ngumsindo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share