1 Samuweli 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+ 1 Samuweli 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandula ke uSamuweli wathi kuSawule: “Ndim owathunyelwa nguYehova ukuba akuthambise+ ube ngukumkani wabantu bakhe amaSirayeli, phulaphula ke amazwi kaYehova.+ 2 Kumkani 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uze uthabathe iselwa leoli umgalele entloko+ yaye uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ndiyakuthambisa+ ukuba ube ngukumkani+ kwaSirayeli.”’ Uze uvule ucango usabe ungalindi.”
10 Wandula ke uSamuweli wathabatha iselwa+ leoli wayigalela entlokweni yakhe, wamanga+ waza wathi: “UYehova akakuthambisanga na ukuba ube yinkokeli+ phezu kwelifa lakhe?+
15 Wandula ke uSamuweli wathi kuSawule: “Ndim owathunyelwa nguYehova ukuba akuthambise+ ube ngukumkani wabantu bakhe amaSirayeli, phulaphula ke amazwi kaYehova.+
3 Uze uthabathe iselwa leoli umgalele entloko+ yaye uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ndiyakuthambisa+ ukuba ube ngukumkani+ kwaSirayeli.”’ Uze uvule ucango usabe ungalindi.”