IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+

  • INdumiso 23:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Uyawuhlaziya umphefumlo wam.+

      Undikhokelela kumkhondo wobulungisa ngenxa yegama lakhe.+

  • INdumiso 106:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Wabasindisa ngenxa yegama lakhe,+

      Ukuze azise amandla akhe.+

  • Yeremiya 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Musa ukungabi nantlonelo ngathi ngenxa yegama lakho;+ musa ukuyidelela itrone yakho ezukileyo.+ Khumbula; musa ukuwaphula umnqophiso wakho nathi.+

  • Hezekile 20:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa ndenza oko ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga, endandibakhuphe phambi kwamehlo azo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share