ABagwebi 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wathi akufika apho wavuthela isigodlo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim;+ baza oonyana bakaSirayeli behla naye kummandla weentaba, yena ebakhokela. ABagwebi 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe. 2 Samuweli 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UYowabhi wavuthela isigodlo,+ yaye bema bonke abantu baza abaqhubeka besukela uSirayeli kwakhona, abaphinda ke balwe kwakhona. 2 Samuweli 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku kwakukho apho indoda elitshivela,+ egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin; yaye yavuthela isigodlo+ yaza yathi: “Thina asinasabelo kuDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonk’ ubani makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli!”
27 Wathi akufika apho wavuthela isigodlo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim;+ baza oonyana bakaSirayeli behla naye kummandla weentaba, yena ebakhokela.
34 Yaye umoya kaYehova+ wamgubungela uGidiyon waza wavuthela isigodlo,+ kwaye ama-Abhi-ezere+ abizelwa ndawonye emva kwakhe.
28 UYowabhi wavuthela isigodlo,+ yaye bema bonke abantu baza abaqhubeka besukela uSirayeli kwakhona, abaphinda ke balwe kwakhona.
20 Ke kaloku kwakukho apho indoda elitshivela,+ egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin; yaye yavuthela isigodlo+ yaza yathi: “Thina asinasabelo kuDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonk’ ubani makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli!”