-
2 Samuweli 20:21INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
21 Umbandela lo awumanga ngaloo ndlela, kodwa indoda evela kummandla weentaba wakwaEfrayim,+ egama linguShebha+ unyana kaBhikeri, iphakamisele uKumkani uDavide+ isandla. Nina, ndinikeni yona yodwa,+ yaye ndiza kumka kwesi sixeko.”+ Wandula ke umfazi lowo wathi kuYowabhi: “Khangela! Intloko yayo+ iya kuphoswa kuwe phezu kodonga!”
-