Yoshuwa 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku uYoshuwa wayemdala, iminyaka ihambile.+ Ngoko uYehova wathi kuye: “Wena umdala kwaye iminyaka ihambile kuwe, kwaye ilizwe elimele lithatyathwe njengelifa lisasele ngomkhamo omkhulu.+ Yoshuwa 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Indoda enye kuphela kuni iya kusukela iwaka,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo,+ kanye njengoko wanithembisayo.+
13 Ke kaloku uYoshuwa wayemdala, iminyaka ihambile.+ Ngoko uYehova wathi kuye: “Wena umdala kwaye iminyaka ihambile kuwe, kwaye ilizwe elimele lithatyathwe njengelifa lisasele ngomkhamo omkhulu.+
10 Indoda enye kuphela kuni iya kusukela iwaka,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo,+ kanye njengoko wanithembisayo.+