Levitikus 26:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Isihlanu kuni ngokuqinisekileyo siya kusukela ikhulu, lize ikhulu kuni lisukele ishumi lamawaka, ziwe ngenene likrele iintshaba zenu phambi kwenu.+ ABagwebi 3:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Emva kwakhe kwabakho uShamgare+ unyana ka-Anati, kwaye waxabela amaFilisti,+ amadoda angamakhulu amathandathu, ngoviko lweenkomo; naye wamsindisa uSirayeli.+ 1 Samuweli 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+ 2 Samuweli 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngawo la amagama amadoda kaDavide anamandla:+ uYoshebhi-bhashebheti+ umTahakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu asibhozo abulawa ngasihlandlo sinye.
8 Isihlanu kuni ngokuqinisekileyo siya kusukela ikhulu, lize ikhulu kuni lisukele ishumi lamawaka, ziwe ngenene likrele iintshaba zenu phambi kwenu.+
31 Emva kwakhe kwabakho uShamgare+ unyana ka-Anati, kwaye waxabela amaFilisti,+ amadoda angamakhulu amathandathu, ngoviko lweenkomo; naye wamsindisa uSirayeli.+
6 Ngoko uYonatan wathi kumlindi, umphathi wezikrweqe zakhe: “Yiza size siwelele kwinkampu yala madoda angalukanga.+ Mhlawumbi uYehova uya kusisebenzela, kuba akukho sithintelo kuYehova ukuba asindise ngabaninzi okanye ngabambalwa.”+
8 Ngawo la amagama amadoda kaDavide anamandla:+ uYoshebhi-bhashebheti+ umTahakemoni, intloko kwabathathu. Wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu asibhozo abulawa ngasihlandlo sinye.