Duteronomi 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ukuze ingaphakami intliziyo yakhe phezu kwabazalwana bakhe,+ angatyeki emyalelweni aye ekunene okanye ekhohlo,+ aze ayolule imihla yakhe ebukumkanini+ bakhe, yena noonyana bakhe phakathi kukaSirayeli. 1 Samuweli 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba niya kumoyika uYehova+ nize okunene nimkhonze+ nithobele nelizwi lakhe,+ yaye ningawuvukeli+ umyalelo kaYehova, kokubini nina nokumkani omele anilawule ngokuqinisekileyo niya kuba ngabalandeli bakaYehova uThixo wenu. INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
20 ukuze ingaphakami intliziyo yakhe phezu kwabazalwana bakhe,+ angatyeki emyalelweni aye ekunene okanye ekhohlo,+ aze ayolule imihla yakhe ebukumkanini+ bakhe, yena noonyana bakhe phakathi kukaSirayeli.
14 Ukuba niya kumoyika uYehova+ nize okunene nimkhonze+ nithobele nelizwi lakhe,+ yaye ningawuvukeli+ umyalelo kaYehova, kokubini nina nokumkani omele anilawule ngokuqinisekileyo niya kuba ngabalandeli bakaYehova uThixo wenu.
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.