IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Bonke abantu ababesesangweni namadoda amakhulu bathi: “Singamangqina! Wanga uYehova angamnika umfazi oza endlwini yakho ukuba abe njengoRakeli+ noLeya,+ bobabini abakha indlu kaSirayeli;+ nawe ulingqine ixabiso lakho kwaEfratha+ uze uzenzele igama eBhetelehem.+

  • 1 Samuweli 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ukuba uyihlo angandifuna, wena ke umele uthi, ‘UDavide ucele ngokunyamekileyo ukukhe athi tshalala abaleke aye eBhetelehem+ isixeko sakowabo, ngenxa yokuba kukho umbingelelo waminyaka le wentsapho yonke apho.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share