1 Samuweli 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku kwakukho ndoda ithile yaseRamatayim-tsofi+ yommandla weentaba wakwaEfrayim,+ yaye igama layo yayinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana kaTsufi,+ umEfrayim. 1 Samuweli 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bandula ke bavuka ekuseni baqubuda phambi koYehova, ekwathi emva koko babuya baza bafika endlwini yabo eRama.+ Ke kaloku uElikana waba neentlobano zokwazana+ noHana umfazi wakhe, waza uYehova waqala ukumkhumbula.+
1 Ke kaloku kwakukho ndoda ithile yaseRamatayim-tsofi+ yommandla weentaba wakwaEfrayim,+ yaye igama layo yayinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana kaTsufi,+ umEfrayim.
19 Bandula ke bavuka ekuseni baqubuda phambi koYehova, ekwathi emva koko babuya baza bafika endlwini yabo eRama.+ Ke kaloku uElikana waba neentlobano zokwazana+ noHana umfazi wakhe, waza uYehova waqala ukumkhumbula.+