1 Samuweli 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 Kwakukho indoda yaseRamatayim-tsofi*+ yommandla weentaba wakwaEfrayim.+ Igama layo lalinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana kaTsufi, umEfrayim.
1 Kwakukho indoda yaseRamatayim-tsofi*+ yommandla weentaba wakwaEfrayim.+ Igama layo lalinguElikana,+ unyana kaYeroham, unyana kaElihu, unyana kaTohu, unyana kaTsufi, umEfrayim.