1 Samuweli 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 AmaFilisti akha uluhlu+ ukuze ahlangabezane noSirayeli, yaye idabi laqhuba kakubi, kangangokuba uSirayeli woyiswa phambi kwamaFilisti,+ awathi axabela amadoda angamawaka amane kuluhlu lwedabi oluvalekileyo entsimini. 1 Samuweli 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Athi amadoda kaDavide kuye: “Khangela! Siyoyika ngoxa silapha kwaYuda,+ kungakanani ke ukuba kunokwenzeka siye eKeyila ezintlwini zamaFilisti!”+
2 AmaFilisti akha uluhlu+ ukuze ahlangabezane noSirayeli, yaye idabi laqhuba kakubi, kangangokuba uSirayeli woyiswa phambi kwamaFilisti,+ awathi axabela amadoda angamawaka amane kuluhlu lwedabi oluvalekileyo entsimini.
3 Athi amadoda kaDavide kuye: “Khangela! Siyoyika ngoxa silapha kwaYuda,+ kungakanani ke ukuba kunokwenzeka siye eKeyila ezintlwini zamaFilisti!”+