IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 13:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Sazibona khona iiNefili, oonyana baka-Anaki,+ abavela kwiiNefili; sasuka emehlweni ethu saba njengeentethe, sanjalo nasemehlweni abo.”+

  • Duteronomi 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wothi kubo, ‘Yiva, Sirayeli, nisondele namhlanje ekulweni idabi neentshaba zenu. Mazingaphakuzeli iintliziyo zenu.+ Musani ukoyika niphakuzele okanye nityhwatyhwe ngenxa yazo,+

  • 1 Samuweli 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Xa uSawule+ noSirayeli wonke beva la mazwi omFilisti, bankwantya yaye babesoyika kakhulu.+

  • Isaya 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwanikelwa ingxelo endlwini kaDavide, kusithiwa: “ISiriya yayame ngoEfrayim.”+

      Yaza intliziyo yakhe nentliziyo yabantu bakhe yaqalisa ukugubha, njengokushukunyiswa kwemithi yehlathi ngumoya.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share