1 Samuweli 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngako oko uYonatan wathetha kakuhle+ ngoDavide kuSawule uyise waza wathi kuye: “Makangoni+ ukumkani kumkhonzi wakhe uDavide, kuba yena akakonanga yaye nemisebenzi yakhe ibilunge kakhulu kuwe.+ 2 Samuweli 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndibandezelekile ngenxa yakho, mntakwethu Yonatan,Ubuthandeka kakhulu kum.+Uthando lwakho belumangalisa ngakumbi kum kunothando lwabafazi.+ 2 Samuweli 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wathi ke uDavide: “Ngaba kusekho nabani na oseleyo wendlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bothando+ ngenxa kaYonatan?”+ IMizekeliso 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+ IMizekeliso 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ioli nesiqhumiso+ zenza intliziyo ibe nemihlali, nobumnandi beqabane likabani buvela ekucebeni komphefumlo.+
4 Ngako oko uYonatan wathetha kakuhle+ ngoDavide kuSawule uyise waza wathi kuye: “Makangoni+ ukumkani kumkhonzi wakhe uDavide, kuba yena akakonanga yaye nemisebenzi yakhe ibilunge kakhulu kuwe.+
26 Ndibandezelekile ngenxa yakho, mntakwethu Yonatan,Ubuthandeka kakhulu kum.+Uthando lwakho belumangalisa ngakumbi kum kunothando lwabafazi.+
9 Wathi ke uDavide: “Ngaba kusekho nabani na oseleyo wendlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bothando+ ngenxa kaYonatan?”+
17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+
9 Ioli nesiqhumiso+ zenza intliziyo ibe nemihlali, nobumnandi beqabane likabani buvela ekucebeni komphefumlo.+